-
1 Samuweli 4:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 Umolokazana wakhe, umfazi kaFinehasi, wayemithi, sele eza kuzala. Xa wevayo ukuba iTyeya kaThixo wokwenene ithinjiwe nokuba utatazala nomyeni wakhe bafile, wagoba, waqutyulwa yinimba, waza wabeleka.
-