4 Akuvuka ekuseni ngemini elandelayo, nanko uDagon ewe bhuma ngobuso emhlabeni phambi kweTyeya kaYehova. Intloko kaDagon neentende zezandla zakhe zozibini zazinqumkile, ziwele emgubasini womnyango. Yindawo emile okwentlanzi kuphela eyayingenzekanga nto.