-
1 Samuweli 5:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Ngoko athumela, ebiza intlanganiso yazo zonke iinkosi zamaFilisti aza athi: “Mayisuswe phakathi kwethu le Tyeya kaThixo kaSirayeli. Mayibuyiselwe endaweni yayo ukuze thina nabantu bakowethu singabulawa.” Kuba bonke abantu besixeko babengcangcazela besoyika ukufa. Isandla sikaThixo wokwenene sasigadalala kakhulu e-Ekron.+
-