1 Samuweli 6:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa uThixo wabaxabela abantu baseBhete-shemeshe, kuba baye bayijonga iTyeya kaYehova. Waxabela abantu abayi-50 070,* baza abantu baqalisa ukuzila kuba uYehova wayexabele wabulala abantu abaninzi kakhulu.+
19 Kodwa uThixo wabaxabela abantu baseBhete-shemeshe, kuba baye bayijonga iTyeya kaYehova. Waxabela abantu abayi-50 070,* baza abantu baqalisa ukuzila kuba uYehova wayexabele wabulala abantu abaninzi kakhulu.+