1 Samuweli 7:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Emva koko uSamuweli wathatha ilitye+ walibeka phakathi kweMizpa neYeshana. Walibiza ngokuba yiEbhenezere,* kuba wayesithi: “UYehova usincedile de kwangoku.”+
12 Emva koko uSamuweli wathatha ilitye+ walibeka phakathi kweMizpa neYeshana. Walibiza ngokuba yiEbhenezere,* kuba wayesithi: “UYehova usincedile de kwangoku.”+