1 Samuweli 7:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngaloo ndlela oyiswa amaFilisti, yaye akazange aphinde eze kummandla wakwaSirayeli.+ UYehova waqhubeka esilwa namaFilisti yonke imihla kaSamuweli.+
13 Ngaloo ndlela oyiswa amaFilisti, yaye akazange aphinde eze kummandla wakwaSirayeli.+ UYehova waqhubeka esilwa namaFilisti yonke imihla kaSamuweli.+