1 Samuweli 8:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kodwa aba nyana bakhe babengahambi ngeendlela zakhe. Babethanda ukufumana ingeniso ngamaqhinga,+ bevuma ukunyotywa+ futhi begqwetha ubulungisa.+
3 Kodwa aba nyana bakhe babengahambi ngeendlela zakhe. Babethanda ukufumana ingeniso ngamaqhinga,+ bevuma ukunyotywa+ futhi begqwetha ubulungisa.+