1 Samuweli 8:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Benza le nto kudala beyenza, ukususela ngemini endabakhupha ngayo eYiputa de kwanamhlanje. Basoloko bendilahla+ baze bakhonze abanye oothixo,+ yaye benza kanye loo nto apha kuwe ngoku.
8 Benza le nto kudala beyenza, ukususela ngemini endabakhupha ngayo eYiputa de kwanamhlanje. Basoloko bendilahla+ baze bakhonze abanye oothixo,+ yaye benza kanye loo nto apha kuwe ngoku.