1 Samuweli 8:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Wathi: “Nantsi into aza kuba nelungelo lokuyifuna ukumkani onilawulayo:+ uza kubathatha oonyana benu+ ababeke ezinqwelweni zakhe+ aze abenze abakhweli-mahashe bakhe,+ yaye abanye kofuneka babaleke phambi kweenqwelo zakhe.
11 Wathi: “Nantsi into aza kuba nelungelo lokuyifuna ukumkani onilawulayo:+ uza kubathatha oonyana benu+ ababeke ezinqwelweni zakhe+ aze abenze abakhweli-mahashe bakhe,+ yaye abanye kofuneka babaleke phambi kweenqwelo zakhe.