1 Samuweli 8:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Iza kufika yona imini eniza kukhala ngayo, nikhalela lo kumkani nimfunileyo,+ kodwa uYehova akazukuniphendula ngaloo mini.”
18 Iza kufika yona imini eniza kukhala ngayo, nikhalela lo kumkani nimfunileyo,+ kodwa uYehova akazukuniphendula ngaloo mini.”