1 Samuweli 9:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kwakukho indoda yakwaBhenjamin, egama linguKishe,+ unyana ka-Abhiyeli, unyana kaTserore, unyana kaBhekorati, unyana ka-Afiya, umBhenjamin.+ Le ndoda yayisisityebi.
9 Kwakukho indoda yakwaBhenjamin, egama linguKishe,+ unyana ka-Abhiyeli, unyana kaTserore, unyana kaBhekorati, unyana ka-Afiya, umBhenjamin.+ Le ndoda yayisisityebi.