-
1 Samuweli 9:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Badlula kummandla weentaba wakwaEfrayim baza bagqithela kwilizwe laseShalisha, bengazifumani. Bahamba badlulela kwilizwe laseShahalim, kodwa zazingekho nalapho ezi donki. Balihamba lonke ilizwe lakwaBhenjamin, abazifumana.
-