-
1 Samuweli 9:7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
7 Wathi uSawule kwisicaka sakhe: “Ukuba ke siyaya kuye, siza kumphathela ntoni lo mntu? Isonka siphelile ezingxoweni zethu, yaye akukho sipho sinokumphathela sona umntu kaThixo wokwenene. Yintoni esinayo?”
-