1 Samuweli 9:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 (Kumaxesha angaphambili kwaSirayeli, le yindlela ebethetha ngayo umntu xa esiya kubuza uThixo: “Yizani, masiye kwimboni.”+ Kuba umntu obizwa ngokuba ngumprofeti namhlanje, wayedla ngokubizwa ngokuba yimboni kumaxesha angaphambili.) 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:9 IMboniselo,3/15/2005, iphe. 22
9 (Kumaxesha angaphambili kwaSirayeli, le yindlela ebethetha ngayo umntu xa esiya kubuza uThixo: “Yizani, masiye kwimboni.”+ Kuba umntu obizwa ngokuba ngumprofeti namhlanje, wayedla ngokubizwa ngokuba yimboni kumaxesha angaphambili.)