-
1 Samuweli 9:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Ukungena kwenu nje esixekweni, niza kuyifumana kanye ngaphambi kokuba inyuke iye kutya endaweni ephakamileyo. Abantu abanakutya ingekafiki, kuba kaloku yiyo esikelela umbingelelo. Ukugqiba nje kwayo, baza kutsho batye abo bamenyiweyo. Khawulezani ninyuke, niza kuyifumana.”
-