1 Samuweli 9:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 USamuweli wathi kuSawule: “Ndim imboni. Nyuka uhambe phambi kwam uye endaweni ephakamileyo, uza kutya nam namhlanje.+ Ndiza kukukhulula uhambe ekuseni, ibe ndiza kukuxelela yonke into ofuna ukuyazi.*
19 USamuweli wathi kuSawule: “Ndim imboni. Nyuka uhambe phambi kwam uye endaweni ephakamileyo, uza kutya nam namhlanje.+ Ndiza kukukhulula uhambe ekuseni, ibe ndiza kukuxelela yonke into ofuna ukuyazi.*