1 Samuweli 9:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 USawule wathi: “AndingomBhenjamin na wesona sizwe sincinci kwezakwaSirayeli?+ Ayontsapho yasekhaya na eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin? Ngoko kutheni uthethe ngale ndlela nam?”
21 USawule wathi: “AndingomBhenjamin na wesona sizwe sincinci kwezakwaSirayeli?+ Ayontsapho yasekhaya na eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin? Ngoko kutheni uthethe ngale ndlela nam?”