1 Samuweli 10:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko uSamuweli wathatha ioli ekwiselwa wayigalela entloko kuSawule.+ Wamphuza* waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokheli+ phezu kwelifa lakhe?+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:1 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 73 IMboniselo,1/1/2011, iphe. 27
10 Ngoko uSamuweli wathatha ioli ekwiselwa wayigalela entloko kuSawule.+ Wamphuza* waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokheli+ phezu kwelifa lakhe?+