-
1 Samuweli 10:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Xa abo babemazi bambona eprofeta kunye nabaprofeti, babuzana: “Kwenzeke ntoni kunyana kaKishe? NoSawule na ngumprofeti?”
-