1 Samuweli 10:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Emva koko wasondeza isizwe sakwaBhenjamin ngokweentsapho zaso, kwaza kwakhethwa intsapho yamaMatri. Ekugqibeleni kwakhethwa uSawule unyana kaKishe.+ Kodwa bathi xa beyokumkhangela, wabe engabonakali ndawo.
21 Emva koko wasondeza isizwe sakwaBhenjamin ngokweentsapho zaso, kwaza kwakhethwa intsapho yamaMatri. Ekugqibeleni kwakhethwa uSawule unyana kaKishe.+ Kodwa bathi xa beyokumkhangela, wabe engabonakali ndawo.