7 Ngoko wathatha iinkunzi zeenkomo ezimbini wazinqunqa waza wazithumela ngabathunywa kuzo zonke iindawo zakwaSirayeli, esithi: “Nabani na ongamlandeliyo uSawule noSamuweli, ziza kunqunqwa ngolu hlobo iinkomo zakhe!” UYehova wabenza abantu boyika kangangokuba baphuma bemanyene.