1 Samuweli 11:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngemini elandelayo uSawule wabahlulahlula abantu bangamabutho amathathu, baza baya ngqo phakathi enkampini ekuzeni kokusa,* bawaxabela ama-Amoni+ yada yaqina imini. Awasindayo bawachitha-chitha ngamnye kuwo ezibalekela yedwa.
11 Ngemini elandelayo uSawule wabahlulahlula abantu bangamabutho amathathu, baza baya ngqo phakathi enkampini ekuzeni kokusa,* bawaxabela ama-Amoni+ yada yaqina imini. Awasindayo bawachitha-chitha ngamnye kuwo ezibalekela yedwa.