1 Samuweli 11:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngoko bonke abantu baya eGiligali, baza apho bamenza ukumkani uSawule phambi koYehova. Emva koko banikela imibingelelo yobuhlobo apho phambi koYehova,+ yaye uSawule nawo onke amadoda akwaSirayeli babhiyoza apho.+
15 Ngoko bonke abantu baya eGiligali, baza apho bamenza ukumkani uSawule phambi koYehova. Emva koko banikela imibingelelo yobuhlobo apho phambi koYehova,+ yaye uSawule nawo onke amadoda akwaSirayeli babhiyoza apho.+