1 Samuweli 12:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 USamuweli wathi kubo: “UYehova ulingqina. Nomthanjiswa wakhe ulingqina namhlanje lokuba anifumananga nto yakundimangalela.”* Bona bathi: “Ulingqina.”
5 USamuweli wathi kubo: “UYehova ulingqina. Nomthanjiswa wakhe ulingqina namhlanje lokuba anifumananga nto yakundimangalela.”* Bona bathi: “Ulingqina.”