1 Samuweli 12:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa bona bamlibala uYehova uThixo wabo, waza yena wabathengisa+ esandleni sikaSisera+ intloko yomkhosi kaHatsore nasesandleni samaFilisti+ nasesandleni sikakumkani wakwaMowabhi,+ yaye aba kumkani babahlasela.
9 Kodwa bona bamlibala uYehova uThixo wabo, waza yena wabathengisa+ esandleni sikaSisera+ intloko yomkhosi kaHatsore nasesandleni samaFilisti+ nasesandleni sikakumkani wakwaMowabhi,+ yaye aba kumkani babahlasela.