1 Samuweli 12:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Xa nabona ukuba uNahashe,+ ukumkani wama-Amoni, uze kunihlasela nanihlala nisithi kum, ‘Thina sifuna ukulawulwa ngukumkani!’+ nakuba uYehova uThixo wenu enguKumkani wenu.+
12 Xa nabona ukuba uNahashe,+ ukumkani wama-Amoni, uze kunihlasela nanihlala nisithi kum, ‘Thina sifuna ukulawulwa ngukumkani!’+ nakuba uYehova uThixo wenu enguKumkani wenu.+