-
1 Samuweli 12:18IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
18 USamuweli wacela kuYehova, waza uYehova wenza kwaduduma kwanetha nemvula ngaloo mini, kangangokuba bonke abantu bamoyika kakhulu uYehova noSamuweli.
-