1 Samuweli 12:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kodwa ukuba nenza ububi ngabom, niza kutshayelwa,+ nina naloo kumkani wenu.”+