1 Samuweli 13:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Wonke uSirayeli waziva iindaba zokuba: “USawule uxabele umkhosi wamaFilisti, ibe ke ngoku uSirayeli uyazondwa ngamaFilisti.” Ngoko abantu bayalelwa ukuba bonke balandele uSawule, kuyiwe eGiligali.+
4 Wonke uSirayeli waziva iindaba zokuba: “USawule uxabele umkhosi wamaFilisti, ibe ke ngoku uSirayeli uyazondwa ngamaFilisti.” Ngoko abantu bayalelwa ukuba bonke balandele uSawule, kuyiwe eGiligali.+