1 Samuweli 13:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Amadoda akwaSirayeli aqonda ukuba aziqalele uqhushululu. Kuba babekwembi ingxaki, abantu bazifihla emiqolombeni,+ emigongxweni, emaweni, koovimba nasemaquleni.
6 Amadoda akwaSirayeli aqonda ukuba aziqalele uqhushululu. Kuba babekwembi ingxaki, abantu bazifihla emiqolombeni,+ emigongxweni, emaweni, koovimba nasemaquleni.