1 Samuweli 13:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko uSamuweli wathi kuSawule: “Wenze ubudenge.” Awuwuthobelanga umyalelo awakunika wona uYehova uThixo wakho.+ Ukuba ubuwuthobele, uYehova ebeza kubangela ukuba wena nenzala yakho nilawule uSirayeli ngonaphakade.
13 Ngoko uSamuweli wathi kuSawule: “Wenze ubudenge.” Awuwuthobelanga umyalelo awakunika wona uYehova uThixo wakho.+ Ukuba ubuwuthobele, uYehova ebeza kubangela ukuba wena nenzala yakho nilawule uSirayeli ngonaphakade.