1 Samuweli 14:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngenye imini uYonatan,+ unyana kaSawule, wathi kwisicaka esasithwele izixhobo zakhe: “Yiza, masiwelele enkampini yamaFilisti engaphesheya phaya.” Kodwa akazange amchazele utata wakhe.
14 Ngenye imini uYonatan,+ unyana kaSawule, wathi kwisicaka esasithwele izixhobo zakhe: “Yiza, masiwelele enkampini yamaFilisti engaphesheya phaya.” Kodwa akazange amchazele utata wakhe.