1 Samuweli 14:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 (Iefodi+ yayinxitywa nguAhiya unyana ka-Ahitubhi,+ umntakwaboIkabhode,+ unyana kaFinehasi,+ unyana kaEli,+ umbingeleli kaYehova waseShilo.)+ Abantu babengazi ukuba uYonatan uhambile.
3 (Iefodi+ yayinxitywa nguAhiya unyana ka-Ahitubhi,+ umntakwaboIkabhode,+ unyana kaFinehasi,+ unyana kaEli,+ umbingeleli kaYehova waseShilo.)+ Abantu babengazi ukuba uYonatan uhambile.