1 Samuweli 14:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngoko uYonatan wathi kumphathi wezixhobo zakhe: “Yiza masiwelele kwinkampu yala madoda angolukanga.+ Mhlawumbi uYehova uza kusinceda, kuba akukho nto inokuma endleleni kaYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+
6 Ngoko uYonatan wathi kumphathi wezixhobo zakhe: “Yiza masiwelele kwinkampu yala madoda angolukanga.+ Mhlawumbi uYehova uza kusinceda, kuba akukho nto inokuma endleleni kaYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+