1 Samuweli 14:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa ukuba athe, ‘Nyukani nize kuthi!’ siza kunyuka, yaye loo nto iza kuba luphawu+ lokuba uYehova uza kuwanikela kuthi.”
10 Kodwa ukuba athe, ‘Nyukani nize kuthi!’ siza kunyuka, yaye loo nto iza kuba luphawu+ lokuba uYehova uza kuwanikela kuthi.”