1 Samuweli 14:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngoko uSawule wathi kuAhiya:+ “Sondeza ityeya kaThixo wokwenene!” (Kuba ngelo xesha,* ityeya kaThixo wokwenene yayiphakathi kwamaSirayeli.)
18 Ngoko uSawule wathi kuAhiya:+ “Sondeza ityeya kaThixo wokwenene!” (Kuba ngelo xesha,* ityeya kaThixo wokwenene yayiphakathi kwamaSirayeli.)