-
1 Samuweli 14:20IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
20 USawule nabo bonke abantu ababekunye naye baqokelelana baya edabini. Apho bafika amaFilisti exabelene, kusisiphithiphithi nje.
-