1 Samuweli 14:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Ngoko kwathiwa kuSawule: “Jonga! Abantu bayamona uYehova, kuba batya inyama negazi layo.”+ Wathi ke yena: “Khange nithembeke. Qengqelani ngakum ngokukhawuleza ilitye elikhulu.”
33 Ngoko kwathiwa kuSawule: “Jonga! Abantu bayamona uYehova, kuba batya inyama negazi layo.”+ Wathi ke yena: “Khange nithembeke. Qengqelani ngakum ngokukhawuleza ilitye elikhulu.”