1 Samuweli 14:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 Waza uSawule wabuza kuThixo wathi: “Ndihle na, ndileqe amaFilisti?+ Uza kuwanikela na kuSirayeli?” Kodwa uThixo zange amphendule ngaloo mini.
37 Waza uSawule wabuza kuThixo wathi: “Ndihle na, ndileqe amaFilisti?+ Uza kuwanikela na kuSirayeli?” Kodwa uThixo zange amphendule ngaloo mini.