1 Samuweli 14:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Emva koko uSawule wathi kuYehova: “Owu Thixo kaSirayeli, khawusiphendule ngeTumim!”+ Kwaphunywa noSawule noYonatan, baza abantu bayekwa.
41 Emva koko uSawule wathi kuYehova: “Owu Thixo kaSirayeli, khawusiphendule ngeTumim!”+ Kwaphunywa noSawule noYonatan, baza abantu bayekwa.