1 Samuweli 14:47 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 USawule wabuqinisa ubukumkani kwaSirayeli, walwa nazo zonke iintshaba ezazimjikelezile. Walwa namaMowabhi,+ ama-Amoni,+ amaEdom,+ ookumkani baseTsobha+ namaFilisti.+ Naphi na apho wayesiya khona wayesoyisa.
47 USawule wabuqinisa ubukumkani kwaSirayeli, walwa nazo zonke iintshaba ezazimjikelezile. Walwa namaMowabhi,+ ama-Amoni,+ amaEdom,+ ookumkani baseTsobha+ namaFilisti.+ Naphi na apho wayesiya khona wayesoyisa.