1 Samuweli 15:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 USawule wabiza abantu, wababala eTelayim. Kwakukho amajoni ahamba ngeenyawo ayi-200 000, namadoda akwaYuda ayi-10 000.+
4 USawule wabiza abantu, wababala eTelayim. Kwakukho amajoni ahamba ngeenyawo ayi-200 000, namadoda akwaYuda ayi-10 000.+