1 Samuweli 15:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Noko ke, uSawule wathi kuSamuweli: “Kodwa ndilithobele nje ilizwi likaYehova! Ndiyenzile le nto ebendithume yona uYehova, ndabuya noAgagi ukumkani wama-Amaleki, futhi ndiwatshabalalisile ama-Amaleki.+
20 Noko ke, uSawule wathi kuSamuweli: “Kodwa ndilithobele nje ilizwi likaYehova! Ndiyenzile le nto ebendithume yona uYehova, ndabuya noAgagi ukumkani wama-Amaleki, futhi ndiwatshabalalisile ama-Amaleki.+