1 Samuweli 15:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 kuba ukungathobeli+ kuyafana nesono sokuvumisa.+ Nokunyanzelisa ngekratshi kuyafana nokwenza imilingo nokukhonza izithixo. Ekubeni ungalithobelanga ilizwi likaYehova,+ naye uza kukuyekisa ukuba ngukumkani.”+
23 kuba ukungathobeli+ kuyafana nesono sokuvumisa.+ Nokunyanzelisa ngekratshi kuyafana nokwenza imilingo nokukhonza izithixo. Ekubeni ungalithobelanga ilizwi likaYehova,+ naye uza kukuyekisa ukuba ngukumkani.”+