1 Samuweli 15:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 USamuweli wathi: “Mziseni kum uAgagi ukumkani wakwa-Amaleki.” Ngoko uAgagi waya kuye ekrikriza,* kuba wayesele ezixelele le nto: ‘Ngokuqinisekileyo sigqithile isisongelo sokufa* ngoku.’
32 USamuweli wathi: “Mziseni kum uAgagi ukumkani wakwa-Amaleki.” Ngoko uAgagi waya kuye ekrikriza,* kuba wayesele ezixelele le nto: ‘Ngokuqinisekileyo sigqithile isisongelo sokufa* ngoku.’