1 Samuweli 15:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Noko ke, uSamuweli wathi: “Kanye njengokuba abafazi bashiywa bengenabantwana ngenxa yekrele lakho, nomama wakho uza kuba ngoyena ushiywe engenabantwana kubo bonke abafazi.” Emva koko uSamuweli wamxhaxha uAgagi phambi koYehova eGiligali.+
33 Noko ke, uSamuweli wathi: “Kanye njengokuba abafazi bashiywa bengenabantwana ngenxa yekrele lakho, nomama wakho uza kuba ngoyena ushiywe engenabantwana kubo bonke abafazi.” Emva koko uSamuweli wamxhaxha uAgagi phambi koYehova eGiligali.+