1 Samuweli 16:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ngaloo ndlela uDavide waya kuSawule, waba sisicaka sakhe.+ USawule wamthanda egazini uDavide, waba ngumphathi wezixhobo zakhe.
21 Ngaloo ndlela uDavide waya kuSawule, waba sisicaka sakhe.+ USawule wamthanda egazini uDavide, waba ngumphathi wezixhobo zakhe.