1 Samuweli 17:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umkhonto wakhe wawunomphini ofana nomphini wabaluki bemisonto,+ nentloko yomkhonto wakhe yayiziishekele eziyi-600.* Umphathi wekhaka lakhe elikhulu wayehamba phambi kwakhe. 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:7 IMboniselo,5/15/2006, iphe. 9 “Sonke ISibhalo”, iphe. 56
7 Umkhonto wakhe wawunomphini ofana nomphini wabaluki bemisonto,+ nentloko yomkhonto wakhe yayiziishekele eziyi-600.* Umphathi wekhaka lakhe elikhulu wayehamba phambi kwakhe.