1 Samuweli 17:47 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 Wonke umntu olapha uza kwazi ukuba uYehova akasindisi ngakrele nangamkhonto,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye nonke uza kuninikela kuthi.”+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:47 IMboniselo(Kawonke-wonke),No. 5 2016 iphe. 12
47 Wonke umntu olapha uza kwazi ukuba uYehova akasindisi ngakrele nangamkhonto,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye nonke uza kuninikela kuthi.”+