1 Samuweli 17:50 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 50 Ngoko uDavide wamoyisa umFilisti ngesilingi nelitye. Wamhlasela waza wambulala nangona wayengaphethanga krele.+
50 Ngoko uDavide wamoyisa umFilisti ngesilingi nelitye. Wamhlasela waza wambulala nangona wayengaphethanga krele.+